TOC

This article is currently in the process of being translated into isiXhosa (~97% done).

About WPF:

What is WPF?

uWPF omele Windows Presentation Foundation xa ephelele, luhlobo olutsha luka Microsoft lweGUI olusebenzisa i .NET Framework.

Kodwa yintoni i-GUI Framework ? i-GUI imele Graphical User Interface, futhi usebenzisa yona ngalomzuzu. i-Windows zine-GUI esebenza ne-computer yakho, ne-browser le uyisebenzisayo ngoku, ukukunceda ukujonga izinto kwi i-internet isebenzisa i-GUI.

i-GUI Framework iyakuncedisa ekwenzeni i-application ezine elements ezinjenge label, textboxes njalo-njalo. Ngaphandle kwe-GUI framework bekuzofuneka uzizobe ngokwakho ezi-elements yaye bakwazi uku-interact nazo abantu abazisebenzisayo. Ngumsebenzi omninzi lowo, i-Developers ezininzi zisebenzisa iGUI Framework ukubancedisa ukwenza lemisetyenzana yaye loo nto ivumela i-Developers zi-focus ekwenzeni i-applications.

Zininzi iGUI Framework, kodwa for i .NET Developers, esinomdla kuzo zi WinFroms ne WPF. iWPF intsha, kodwa uMicrosoft usayenza, usanikeza nenkxaso kuWinForms. Uzakubona kwichapter elandelayo, ukhona umohlujho phakathi kwezi frameworks,kodwa injongo yazo iyafana: ikukuba kwenziwe i-applications lula zibe ne-GUI entle.

Kwi-chapter elandelayo, sizojonga umahluko phakathi kwe WinForms ne WPF.